Kokwenzekani ukuba uthe wathatha lamayeza ube ungakhulelwanga?

Akukho bungozi bunokwenzeka xa utye iipilizi zokukhupha isisu ube ungakhulelwanga kwaye iba ziimpawana nje ezimbalwa ozifumanayo xa uthe wenza oku, i-Misoprostol yipilisi ethi isetyenziswe nakumabhinqa angakhulelwanga kwenzelwa ukunyanga ii-ulcers.