Ungayenza i-abortion ngeepilisi xa uneenyanga ezingaphi ukhulelwe?

I-abortion eyenziwa ngokwezonyango yenzeka ukuyotsho xa uneeveki eziy20 ukhulelwe. Emva kweeveki eziy10 ukhulelwe ungayenza i-abortion e clinic okanye esibhedlele kuba inkqubo yokuyenza inobungozi kwaye ifuna umane uphinda phinda ukusela iipilisi ze-abortion.