Kutheni kubalulekile ukuba ube kumgama nje weyure ukusuka esibhedlele okanye kwindawo yoncedo lokuqala xa usenza I abortion?

Ukukhupha isisu ngokwezonyango kungalula nokuba ukwenza ngezona ndlela zingacacanga, lona uncedo kumele uhlale uzilungiselele ukuba ukwazi ukuba ungalufumana ncedo olo oluthi lufunwe ngamabhinqa ahlangana neengxaki okanye xa izinto zingahambanga njengoko kulindelekile.