Yintoni I contraindication kwaye uzazi njani xa unayo?

I contraindication ziimeko ezingenza kubenobungozi ukusebenzisa I Mifepristone-Misoprostol. Awungeke uzazi ukuba uyalungelana okanye awulungelani nelinye lalamayeza kodwa inqabile into yoba umntu angalungelani nawo (amathuba anga ngangomyinge oyi 0,008%). Ii contraindications zizinto ohleli uzazi ngesiqu sakho.